iFani Ewe

iFani…hay’mani

Ndispana gqith’, soloko ndime nkQo

imal’ ay’thi gQi, soloko ime nkQo

maji-ta kuthen’ nindicrebhisa Qho?

Ndiswiti ingath’ yiPoetry kaNkQo

Ndi-mix-eni nam, njengomphokoQo

ayek’uginy’amathe uQhoQhoQho

ndiphupha ngemali ndiy’bala Qho

ndileli k’lo matrass undiphul’umQo-lo

ha ni- ha nivalela mna Qha?

why? indim lo niman’umQha-tha

and’kwaz’ nobamb’inQa-tha

xa ndizama niyandinQa-nda

ngeba ndiya-perform-a nam Qha

niyand’jaivisa nind’phulis’isinQa

niyand’dlalisa nind’tsibisa ugQabs

ningamakhasi nind’dlalis’unjiQa

kuthen’ lemali niyibambe nkQi?

niyand’bawisa nind’ginyis’ingwiQi

niyand’hambisa nind’nyukis’isiginQi

niyand’jimisa nind’khuph’imikhinQi

ninez’kelem ez’vela zithi gQi

umoy’awuphuki soze athi Qhwi

anibon’ ba ndiyez’ anaziv’iz’gingQi?

kum uHay’akasebenzi ngcono uzame

uEWE

EWE…EWE….EWE….EWE.. [repeat]

ssshhh…wa rasa my blah

hao bone ke busy ka spane my blah

bo-na kea rhyma my blah

haa, and ke tshwere ke bla-dder

sheba nou go metsi my blah

ha le tsebe ha kena blood-i

i mean, ha kena Madi

ke e batlela le bese, ke shebile bla

(bra)

haa…bona le Thosa (Xhosa) lako bla-

wa (New Brighton, PE)

ha le bone bom’rapper le bli-nd

sesotho kea seravaza setswana kea

seravaza kea kea seravaza ke bla bla

bla…etc

yah, and ke sky-blue, hello hi high ea

ke sky-blue

wena o stuck ogatakile glue?

kum uHayi akasebenzi ngcono uzame

uEWE

EWE…EWE….EWE….EWE.. [repeat]

izaph’ phirwirwi pharwoo, phanQah

ufane waz’fihla ndizokubhaQa

ndizok’xhwakrel’ andonqen’ugaQa

nditeketis’imali, imali nd’zoyibhaQa

ndigula ngayo indenz’iqhenkQe

but ayindifuni ifuna ndiyileQe

and’sadinwang’ ifuna ndiyileQe

and ngeba ndiyay’yeka Qha

ndineqhenkQe

hay, lomsebenzi liyelekenkQe

izongen’intsokolo ithi gelekeQe

kuphel’iFocus k’phel’ isgelekeQe

kuphele isonka, kuphel’ujeQe

mna ndiyabetha, ndithi ndiyabhuQa

but le-industry inkulu, ngoku

ndiyagunQa

ababantu bazitsal’inyawo ziyakrhuQa

kum uHayi akasebenzi ngcono uzame

uEWE

EWE…EWE….EWE….EWE.. [repeat]

iFani Ayadelela

Madoda masithetheni ngalendaba yalamakhwenkwe (ayadelela)

Lamakhwenkwe alendawo, andifuni kube ndirongo maaaan bcoz ndiyindoda

Ndifuna ukuba straight makhwenkwe, bathi ayadelela

[Chorus:]

Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)

Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)

Ewe kaloku ayadelela

Ewe kaloku ayadelela

Wangena uMfene, wangena uHlathi

Wangena uLisa, uSuthu uJambasi

Ngeba ndizibiza ngesduko sikatata qhi nxaki lamjita azange ndamazi (elele elele)

Ngena sizukulu sikaMaMthembu

Ngabinaxhala nalapha kukokwenu

Siyakuthanda utsho ngebatha

Utsho ngemali eninzi ububhanxa

Ha Ha Ha Haha iye hi hi hi he

Ey uyathanda uloqa xa unxilile

Hhayi ndilapha kuni zingwenya

Ndizonibulela ngondikhusela

Ndisemazweni nabantu abakhulu

Ndi Instagrama ukutsha okuduru

Niyawabona na lamakhwenkwe

Ahlisa ibhrukwe engenanyuku (Haybo!!)

[Chorus]

Amasango, nd’wavulile amasango

Nd’wavulile amasango [x2] (hhay hhay bo!)

Nd’wavulile aweskolo, nd’wavulile awengqondo, nd’wavulile aweHip Hop

Yeka umona

Khawuzifundise bhuti ukuncoma

I mean it’s not like seke wam’bona

Ekulendawo nawe umrepha womXhosa Chief

You know the deal

It doesn’t take alot for me to take the lead

Ow yes I know you say you do but I know you don’t believe

I’m going overseas ngesiXhosa sisi

Ungandijonga sisi andizongafiki

And ndizoba busy taking over sisi

Abantu banomona tjini

Bandibhora sisi

Inqondo ine focus gqithi ingathi iyafota sisi

[Chorus]

Yangena iGugulethu kwedini

Bangena eBhayi naseThekwini

Wangena u-L Nini noKhosh kwedini

Wangena uMuzi noMusa kwedini

AYMANI!

iFani Ingoma Ezimnandi

Ndidlalele ingom’ezimnandi

Ndidlalele ingom’ezimnandi

Ndidlalele ingom’ezimnandi

UMamThembu uthand’ingom’ezimnandi

Ndikhule eBlawa ndikhule ndingamazi uTata

UmaKhulu wami ndikhule ndimubiz’ UMama,

Undikhulisile uMama, ewe undifundisile uMama,

Ndigeza endibetha ngezandla, undilungisile uMama,

Zange ndalibona uthando olunjeeee njenge lakho Mamthembu abantu bendibona mna ndinjeee, luthando lakho Mamthembu,

Ndikhule ndikufundela Mama ndisithi ndizakubulela Mama ndisithi ndizaku culela Mama

IZulu kodwa lakhetha ukukuthatha.

So ndiyacela Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum’dlalele ingoma ezimnandi.

Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama,

Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uma) umamThembu uthand’ ingoma ezimnandi.

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uma) umamThembu uthand’ ingoma ezimnandi.

Bathi akuncedi ukhala nangona iqhawe lam limkile ndicela nivul’ icilongo,

Okanye lama culo ase wisile,

Ebehamba eAssembles of God (God) ebeyithand’ icawa (icawa)

Ebemthand’ UYesu and ebeyithandi iNyama,

Ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese (ilekese)

Xa ‘ndibona ba andikho right eb’sweni athi boy hambo thath’ ilekese ndiyathemba iZulu limamkele izono zakhe zixolelwe

If zikhon’ ezishotayo

Ndicel’ uzibeke kum zonke Nkosi.

Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum’dlalele ingoma ezimnandi.

Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama,

Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uma) umamThembu uthand’ ingoma ezimnandi.

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uma) umamThembu uthand’ ingoma ezimnandi.

I hope uyinxibile iqhiya apho ezulwini mamThembu ungabonisi uYesu I afro yakho mhlawumbi angano mona ungabina wari mamThembu ngam ndi ORight uToys ujongile esemva kwabantwan’ uToys mamthembu eey kodwa kunzima sometimes mthembu yoooh, eyyy anyway I hope uk’dlalela ingom’ ezimnandi apho cause ndiyakwazi ubuwuthand’ umculo Yesu Please ndiyak’cela, Please Yesu.

Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum’dlalele ingoma ezimnandi.

Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama,

Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uma) umamThembu uthand’ ingoma ezimnandi.

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi,

(Uma) umamThembu uthand’ ingoma ezimnandi.

iFani Stay

I know I’m drinking I’ll be sober someday, I know I’m walking and I’ll be driving someday

Man I see you a paper chaser

You wake up, you have em man I wish I were you my chick’s is telling me she is going away

Trying to tell her stay baby stay stay stay

Stay baby stay stay stay

Stay baby stay stay stay

Stay baby stay stay

You say you got me, you say you got me

I think you got every guy in the city with some type em all yours

I know you feeling the pain, you solve every problem by running away

I know they paying for all your champagne

But you end up paying for all your mistakes

Shame but when I say I got you

I mean got you I know don’t have everything that you want but baby I’m about to

Climb the ladder up to success

Matter fact fuck the ladder straight to success

Yes I’m about to… Bout to, I’m about to… I’m bout to

[Chad Da Don:]

You on Instagram but I don’t think you get the pic though

Holding on is hard but I don’t really wanna let go

But fuck I got to let go… Guess is what I need to do cause pleasing you ain’t easy to

For me to do we used to be some uniform but aye! We fall in love again together

Now fucking under pressure yes she fuckin’ crashing screen and I you know is never bad

And who can turn pain into pleasure cause I don’t wanna fall into pressure and I don’t really know your intention

Would leave me now if it wasn’t for the cash would leave me now

Do you believe me now… Now that I got cash do you believe me now huh!?

I know I’m drinking I’ll be sober someday, I know I’m walking and I’ll be driving someday

Man I see you a paper chaser

You wake up, you have em man I wish I were you my chick’s is telling me she is going away

Trying to tell her stay baby stay stay stay

Stay baby stay stay stay

Stay baby stay stay stay

Stay baby stay stay

iFani Milli

Double up, yes I’m tryna double up

Double up, N’dzam’ukwenzi double up

Double up, Make my money double up

Triple long days just to make my money double

If you wanna make a milli

First you make a hundred, then you make a thousand, then a hundred thousand

Do the same thing till you have, half-a-milli

And just before you know it, Boy! you got a milli!

Milli, Ndifun’ukweni milli

Milli, I’m tryna make a milli

Milli Ndizam’ukwenzi milli

Triple long days cuz I’m tryna make a million

Milli, mal’ijiki vili

Milli, Ndiyek’umeilie mielie

Milli, Ndenz’ispithiphithi

Triple long days cuz I’m tryna make a million

Rapper, ingath’aw’nayi cent

Bank account iClean, ubuy’vase nge Handy Andy?

Nyeke zixwebile, ufuni carry-pack

Ingath’indlal’ Iyaku khabakhaba Izenzu Jackie Chan

Nga worry majita, Namu bendinjalo

Izigidigidi zama Rand’and’kabi nazo

Intlon’ zamu iBoat and’kabinayo

Tyini tyini Sony, Nd’zayi qhuba nin’iLambo

Askies wen’unxibi high heels, Ngeny’imin nd’zoku tyisi Chinese

Ndizamu’pick iifly chicks

Boity, Ndicel’undenzi side-dish

Double up, I’m just tryna double up

Double up, ndizam’ukwenzi double up

Double up, make my money double up

Triple long days just to make my money double up

Milli, Ndifun’ukwenzi milli

Milli, I’m tryna make a milli

Milli, Ndizam’ukwenzi milli

Triple long days cuz I’m tryna make a milli

If you wanna make a milli

First you make a hundred, then you make a thousend, then a hundred thousand

Do the same thing till you have, half-a-milli

And just before you know it, Boy you got a milli!

Xa sithetha, le mali ndayi dinga

Cuz and’nobheja uZizo Beda nge Pizza

Ndi fun’iRozay for’uvasi zitya

And’fun’ Ba broke Ndiz’bone Nd’bambi dish ya

Xand’no theng’ipacki eFourways

Ndinga Sik’ikhekhe four ways

Idrive-way ene Toll-gate

Boity ndicel’undenz side-dish

Double up, I’m just tryna double up

Double up, nd’zamukwenzi double up

Double up, make my money double

Triple long days just to make my money double up

Milli, ndifun’ukwenzi milli

Milli, I’m tryna make a milli

Milli, ndizam’ukwenzi milli

Triple long days cuz I’m tryna make a million

Milli, mal’ijiki vili

Milli, ndiyeku mielie

Milli, ndenz’isphithipiti

Triple long days cuz I’m tryna make a million

If you wanna make a million

First you make a hundred, then you make thousand and then a hundred thousand

Do the same thing till you have, half-a-milli

And just before you know it, Boy! you got a milli!

Hayimani